Iindawo Zokurenta Inyanga eAmity

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Amity Point
I-Maiala ePulan, kwi-Minjerribah
18 Jan – 15 Feb
Yi$4 415 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Amity Point
I-Mirimar - i-Bayview Cottage
27 Aga – 24 Sep
Yi$6 380 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Point Lookout
I-Kraken - I-Autolute Beachfront Resort Retreat
2–30 Nov
Yi$2 273 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Point Lookout
I-Yarrong Retreat - Isitayile sesiqithi sobunewunewu
23 Jul – 20 Aga
Yi$4 179 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmity

Amity Point Jettybayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seashells at Amitybayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rufus King Seafoods Amity Pointbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Australia
  3. Queensland
  4. Redland City
  5. Amity
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga