Iindawo Zokurenta Inyanga eAmmon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Boundary Creek
Phumla Inn - i-loft yimizuzu eyi-10 kuphela ukusuka eMoncton
28 Sep – 26 Okt
Yi$1 358 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moncton
Private Cozy Clean Apart. Washer and Dryer
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 631 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-372
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Riverview
Igumbi elihle elinomnyango ophumela ngaphandle elikufutshane nedolophu.
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 690 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-276
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Riverview
Ivulekile & Ithule Iflethi Enendawo Yokungena Yabucala
24 Dis – 21 Jan
Yi$1 710 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-263

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. New Brunswick
  4. Maple Hills
  5. Ammon
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga