Iindawo Zokurenta Inyanga eAmoy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mansfield
Molweni Nekhaya
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 948 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mansfield
Indlu Yokuthwala- " I-Stables Unit "
13 Aga – 10 Sep
Yi$2 574 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mansfield
Ikona epholileyo
2–30 Jun
Yi$1 762 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mansfield
Indlu yeNqwelo-Iyunithi yeHay Loft
9 Epr – 7 Mey
Yi$2 549 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-273

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.