Iindawo Zokurenta Inyanga eAmozoc de Mota

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puebla
Indawo etofotofo nevulekileyo njengoko uyidinga
15 Aga – 12 Sep
Yi$848 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-270
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Heróica Puebla de Zaragoza
I-Loft entle kwiDolophu Yembali
14 Sep – 12 Okt
Yi$1 491 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Puebla
I-Loft yaseMexico ethokozisayo eLos Sapos
10 Jun – 8 Jul
Yi$1 346 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Amozoc
Indlu entle. Ubumfihlo, ukunambitheka okuhle kunye nentuthuzelo.
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 033 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.