Iindawo Zokurenta Inyanga eAmritsar Cantt.

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Amritsar
I-WOODLAND (A Family Suite)
18 Jun – 16 Jul
Yi$1 631 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amritsar
IPremium & Spacious1BHK kunye nendawo yokuphumla kunye neBhalkhoni
15 Mey – 12 Jun
Yi$673 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Amritsar
Indlu epheleleyo ezimeleyo ukuze uhlale kamnandi!
9 Mey – 6 Jun
Yi$950 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
ISuperhost
Iflethi e-Amritsar
Abahambi Abode 2BHK Iflethi Yonke
20 Nov – 18 Dis
Yi$280 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmritsar Cantt.

Harmandir Sahibbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jallianwala Baghbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Golden templebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kesar Da Dhababayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gobindgarh Fortbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bharawan Da Dhababayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.