Iindawo Zokurenta Inyanga eAn Lạc

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 6
Asiana Capella Apartment 2Br, District 6
26 Jan – 23 Feb
Yi$950 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 6
Iflethi okanye indlu ekwicomplex (Dist.6 Luxury Apt.)Asiana Capella
2–30 Jun
Yi$1 310 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 6
Căn hộ Siêu Mới 2PN -Hồ Bơi Giá Rẻ Quận 6
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 240 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bình Tân
Cozy Nice Apt. Free Netflix/ Pool Nearby AeonMall
27 Epr – 25 Mey
Yi$1 014 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAn Lạc

Aeon Mall Binh Tanbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bến Xe Miền Tây Kinh Dương Vươngbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aeon mall Bình Tânbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.