Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAn Lợi Đông

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 2
Léonie de Sala Sarina 2Brs Free Pick-Up 3min to D1
5 Feb – 5 Mat
Yi$2 071 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ho Chi Minh City
Cozy Service Apartment in District 4
22 Aga – 19 Sep
Yi$471 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Ho Chi Minh City
〽️2Br Ukubukwa Okuhle-River&Revenue e *NewCity*D2
13 Sep – 11 Okt
Yi$1 224 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-I-Ho Chi Minh City
Ivulekile kwaye Izolile eyi-1 BR enebhafu nebhalkhoni.
2–30 Mat
Yi$523 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAn Lợi Đông

Sala Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tigit motorbikesbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nhà Hàng Chay Ngộ Vegetarian - Diệu Hạnhbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jazz Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Saigon River Tunnel Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nhà thuốc Pharmacitybayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.