Iindawo Zokurenta Inyanga eAn Phú

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-District 2
I-Lexington Happy Home
1–29 Jun
Yi$928 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ho Chi Minh
I-Masteri an phu , Thao Dien. Iflethi enamagumbi okulala ayi-2
20 Aga – 17 Sep
Yi$1 201 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Quận 2
* * KWISAPHULELO ESIFUMANEKA KUBE KANYE * * CBD Ivulekile kwaye Inesitudiyo Esikhanyayo *
1–29 Mat
Yi$744 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 9
I-Vinhomes Grand Park Luxury Studio Apartment
10 Mey – 7 Jun
Yi$459 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAn Phú

Vincom Mega Mallbayi 168 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Estellabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MM MEGA MARKET An Phúbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Deck Saigonbayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big C An Phúbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
D'Maris Buffet Cantavilbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.