Iindawo Zokurenta Inyanga eAn Phước

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Quận 9
Vinhomes Cozy Apartment Riverside High Tech Park
13 Epr – 11 Mey
Yi$424 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 9
I-Vinhomes Grand Park Luxury Studio Apartment
11 Mey – 8 Jun
Yi$459 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Quận 9
Igumbi lokulala eliyi-1 elineebhedi eziyi-2
22 Sep – 20 Okt
Yi$379 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quận 9
I-FreePool GreenView NgokupheleleyoFurnished 1BR+Apt Vinhomes
15 Jul – 12 Aga
Yi$523 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Vietnam
  3. Dong Nai
  4. Bien Hoa
  5. An Phước
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga