Iindawo Zokurenta Inyanga eAncelle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Ancelle
Nice T2 4p ixhotyiswe ngokupheleleyo. Imbonakalo entle, ilanga elipheleleyo!
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 783 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Buissard
Studio 2 à 4 personnes
11 Epr – 9 Mey
Yi$804 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Jean-Saint-Nicolas
Isitudiyo esisezantsi esibheke kwiziko ledolophana
4 Mey – 1 Jun
Yi$534 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Gap
Istudiyo esihle Kufuphi nePolyclinique kunye neZiko leSixeko.
4 Jun – 2 Jul
Yi$793 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAncelle

Le Clos du Rocherbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tourtons Champsaurbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel SPA Restaurant Les Autanesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brasserie Ancellebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fromagerie Ebrardbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Petite Fabriquebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.