Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nice
Iflethi etofotofo ekwigumbi lokulala eliyi-1 kunye nebhalkhoni/indawo efanelekileyo
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 640 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nice
Indawo du Pin, Sunny Studio egcekeni
5 Jan – 2 Feb
Yi$1 820 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nice
I-STUDIO PORT OF NICE/ kufuphi Old Town / Palce du Pin
15 Okt – 12 Nov
Yi$2 029 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Medecin
I-Promenade des Anglais carré d 'okanye
8 Jan – 5 Feb
Yi$2 741 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNice

Promenade des Anglaisbayi 928 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nice Côte d'Azur Airportbayi 508 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nice Etoilebayi 589 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place Massenabayi 542 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cap3000bayi 433 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Port of Nicebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.