Iindawo Zokurenta Inyanga eArrowtown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arrowtown
Isitudiyo sendlu esine-Sunny strawbale
3–31 Okt
Yi$2 240 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-247
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Lake Hayes
Ichibi iHayes: iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-2
15 Jan – 12 Feb
Yi$3 442 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arrowtown
I-Goldpanners Arrowtown Retreat
10 Okt – 7 Nov
Yi$3 160 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-327
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arrowtown
"I-Tobin 's Rest" Isitudiyo sabucala nesithuleyo esahlukileyo
4 Jul – 1 Aga
Yi$1 965 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-285

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseArrowtown

Millbrook Resortbayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Fork And Tapbayi 87 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ukufika kwabasebenzi baka-China kwaseArrowtownbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakes District Museum & Art Gallerybayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Millbrook Resort & Country Clubbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Akarua Wines & kitchen by Artisanbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.