Iindawo Zokurenta Inyanga eAthol

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Southland
Indlu esemaphandleni yaseBrookhaven eneLuxury Outdoor
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 829 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Waikaia
I-Woodchoppers Inn Cottage - iholide ethe cwaka yasemaphandleni!
17 Feb – 17 Mat
Yi$1 819 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Lumsden
I-Rose Chalet ikwiSango lezokhenketho
6 Jan – 3 Feb
Yi$2 371 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Te Anau
Istudiyo sefama saseTin Shed esineendawo ezibalaseleyo
12 Jan – 9 Feb
Yi$1 700 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAthol

The Coffee Bombbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Highway Cafe 2005bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trailer Sixty6bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.