Iindawo Zokurenta Inyanga eAtlantic Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Atlantic Beach
AB chic retreat, pool, self-check-in, free parking
30 Sep – 28 Okt
Yi$1 850 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Morehead City
“J-Ann 's NC Crystal Coast Air BNB”
4 Dis – 1 Jan
Yi$2 151 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Atlantic Beach
I-Atlantic Beach Escape
3–31 Okt
Yi$2 026 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Beaufort
Ibhedi yeOyster
15 Dis – 12 Jan
Yi$1 750 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtlantic Beach

Oceanana Pier & Pier House Restaurantbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ukufinyelela kwezindlu zokuphumla zase Circlebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
4 Corners Dinerbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amos Mosquito's Restaurantbayi 92 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crab's Claw Oceanfront Caribbean Restaurantbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atlantic Station Shopping Centerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.