Iindawo Zokurenta Inyanga eAtlit

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neve Yam
Isitudiyo esihle eNeve Yam Beach
15 Feb – 15 Mat
Yi$2 731 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Atlit
Studio w/ Garden, Fast Fiber Wi-Fi, 3 Min to Beach
27 Jun – 25 Jul
Yi$27 406 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Atlit
Iflethi enamagumbi okulala ayi-2 e-Atlit, kwisithili saseHaifa
3 Epr – 1 Mey
Yi$2 277 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zihron Ya'akov
"Indawo yokuhlala kwiVineyard", ukubukwa kolwandle/ipaki, iibhayisekile eziyi-2
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 400 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtlit

Ibhishi le-Neve Yambayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nahal Mearot Nature Preservebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cafe Zaharabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Camp ye-Imigration ye-Atlitbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atlit Beachbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
متحفbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.