Iindawo Zokurenta Inyanga eAtwater

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Atwater
Indlu engasemva enamagumbi okulala ayi-2 athandekayo
23 Jul – 20 Aga
Yi$2 936 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Merced
I-Pop Art + Guest Suite - Merced
29 Jun – 27 Jul
Yi$2 560 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-183
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Merced
Yonke indlu eyi-2 000sqft ehlaziyiweyo. Ayinangxaki.
4 Epr – 2 Mey
Yi$3 530 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Merced
Cozy garden hideaway in Historic Downtown area.
14 Jul – 11 Aga
Yi$2 259 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtwater

Castle Air Museumbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Blaker Brewing - The Tarmacbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.