Iindawo Zokurenta Inyanga eAu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Raggal, Austria
I-Haus Küng eRaggal
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 333 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bludenz, Austria
Iflethi Yangoku - I-Brigth & Thula - Igadi
27 Aga – 24 Sep
Yi$2 758 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fontanella, Austria
Iflethi (abantu abayi-2 ukuya kwabayi-3) eDamüls/Faschina
4 Okt – 1 Nov
Yi$2 956 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Neukirch, Germany
Ifama entle emaphandleni
21 Nov – 19 Dis
Yi$735 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAu

Bergbahnen Diedamskopf Au-Schoppernaubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mellau - Ski resort Mellau Damülsbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mountain Distillery & Gasthaus Löwenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Austria
  3. Vorarlberg
  4. Bregenz District
  5. Au
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga