Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eZürich

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zürich
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekhanya
8 Okt – 5 Nov
Yi$3 459 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zürich
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomple
23 Nov – 21 Dis
Yi$2 564 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Zürich
I-studio esihle nesembindini. Ukuma kwe-1 ukusuka kwi-HB
7 Mat – 4 Epr
Yi$2 808 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tagelswangen
Isitudiyo sale mihla esinekhitshi, kufuphi neZurich.
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 826 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseZürich

Hallenstadionbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bahnhofstrassebayi 306 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stadion Letzigrundbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko Lokusebenza Lwezwe LaseSwitzerlandbayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ShopVille - Zurich Main Stationbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sihlcitybayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.