Iindawo Zokurenta Inyanga eAubonne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Ouhans
Indawo yokuhlala ukuya kutsho kubantu abayi-4 ukuya kutsho kwabayi-4
17 Jun – 15 Jul
Yi$788 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-312
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ouhans
Indlu emaphandleni, ukuya kutsho kubantu abayi-6
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 011 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ville-du-Pont
Indawo yokuhlala kwindalo kwindlu yeComtoise
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 174 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-La Cluse-et-Mijoux
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga i- des Meix embindini weLarmont * *
10 Sep – 8 Okt
Yi$891 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-323

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.