Iindawo Zokurenta Inyanga eGeneva

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Geneva
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi ayi-2 embindini wesixeko
4 Jan – 1 Feb
Yi$3 613 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ambilly, France
Isitudiyo esihle esinebhalkhoni
12 Mey – 9 Jun
Yi$1 572 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Genève Champel
Ecaleni kwe-Foculty of Medicine kunye neSibhedlele
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 721 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Geneva, Switzerland
Ifumaneka kakuhle
21 Mey – 18 Jun
Yi$2 869 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGeneva

I-Geneva Water Fountainbayi 395 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cathedral ye-St Pierrebayi 260 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace ye-Nationsbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Balexertbayi 71 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc Des Bastionsbayi 182 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Manor Genèvebayi 140 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.