Iindawo Zokurenta Inyanga eAudna

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lyngdal
Nebdal Hyttegrend, Torvabakken 5, 4580 Lyngdal
15 Sep – 13 Okt
Yi$3 028 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kristiansand
I-Privat cozy esandul 'ukulungiswa i-4.4 km ukusuka kwisikhitshane
14 Sep – 12 Okt
Yi$1 238 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lindesnes
Indlu yamaplanga entsha ekhethekileyo enomgangatho omhle
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 751 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kristiansand
Indawo ekhethekileyo neyoxolo, ecaleni kwechibi. Indawo ye-78 SqM
21 Sep – 19 Okt
Yi$2 088 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.