Iindawo Zokurenta Inyanga eStavanger

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Stavanger
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex yesixeko
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 411 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-440
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Stavanger
Itofotofo ibe isembindini phakathi eFargegaten
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 761 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Stavanger
Helt nyoppusset leilighet 2022, med parkering
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 063 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Stavanger
City centre - Penthouse apartment
1–29 Sep
Yi$2 445 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStavanger

Gamle Stavangerbayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sverd i fjellbayi 128 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Norwegian Petroleum Museumbayi 202 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stavanger Konserthusbayi 71 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Solastrandenbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sola Strand Hotelbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Norway
  3. Rogaland
  4. Stavanger
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga