Iindawo Zokurenta Inyanga eAudubon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Haddonfield
Indlu esemaphandleni ethuleyo eHaddonfield NJ enembali.
18 Mey – 15 Jun
Yi$3 550 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cherry Hill
Indawo entle. Umgangatho wabucala nendawo yokungena.
31 Aga – 28 Sep
Yi$1 803 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-645
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Philadelphia
Isitudiyo sale mihla kwisitrato esinembali yabantu abahamba ngeenyawo
21 Jun – 23 Jul
Yi$1 437 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Woodbury
Indawo yokupaka, kufutshane nePhilly & Airport, i-Superfast WIFI4
13 Epr – 11 Mey
Yi$2 535 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.