Iindawo Zokurenta Inyanga eAughavas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-County Longford
Indlu entle: Indlu esemaphandleni kaNanny Murphy
21 Feb – 21 Mat
Yi$1 931 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Crossdoney
Indlu yePeacock
29 Mat – 26 Epr
Yi$2 363 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-289
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Aughnacliffe, Ireland
Indlu Esemaphandleni Engaselwandle
19 Sep – 17 Okt
Yi$2 424 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Lough Rinn
Indlu yonke entle iLough Rynn Castle Estate
11 Jan – 8 Feb
Yi$4 088 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Ireland
  3. County Leitrim
  4. Leitrim
  5. Aughavas
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga