Iindawo Zokurenta Inyanga eAugusta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Augusta
I-Casa Vincent
7 Jan – 4 Feb
Yi$969 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Augusta
I-Ronco Del Principe
14 Nov – 12 Dis
Yi$1 500 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Augusta
Iflethi kwindlu enendawo yokuphola ngaselwandle i-Etna
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 877 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-87
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Augusta
Iflethi ekwiimitha eziyi-50 ukusuka elwandle
22 Sep – 20 Okt
Yi$2 168 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAugusta

Pizzeria Red Lion'Sbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Superstore Decò Augustabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sbarcatore dei Turchibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Faro Santa Crocebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante - Locanda Scorfano Rosso - Augustabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.