Iindawo Zokurenta Inyanga eAujols

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cahors
Iziko lesixeko laseCahors uhamba ngeenyawo
2–30 Epr
Yi$1 117 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cahors
I-F2 enegadi kufuphi nombindi wesixeko
29 Jun – 27 Jul
Yi$1 229 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cahors
Duplex dans Tour Médiévale & Terrasse (+ parking)
9 Aga – 6 Sep
Yi$1 815 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cahors
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eqaqambileyo nethuleyo kwiziko le
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 382 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Lot Region
  5. Aujols
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga