Iindawo Zokurenta Inyanga eAulos-Sinsat

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ornolac-Ussat-les-Bains
Isitudiyo esinomtsalane esinazo zonke izinto ezifunekayo kufutshane nemimiselo
26 Mey – 23 Jun
Yi$780 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Larnat
I-Larnat - Umbono omhle - I-Terrace kunye neGaraji
6 Sep – 4 Okt
Yi$1 876 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Aulos-Sinsat
I-Pierrette
3 Sep – 1 Okt
Yi$2 926 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-71
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Larcat
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga de Larcat
10 Jan – 7 Feb
Yi$2 729 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Ariege
  5. Aulos-Sinsat
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga