Iindawo Zokurenta Inyanga eBandung

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kecamatan Sumur Bandung
Iziko Lesixeko, 50m Ukusuka Kwiivenkile Ezikhulu, Umgangatho wama-21
15 Jun – 13 Jul
Yi$577 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kecamatan Lengkong
I-56m² Suite Enento Enokonwatyelwa Ye-cinema Yasekhaya
1–29 Sep
Yi$1 112 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Lengkong
Iflethi epholileyo embindini weBandung
26 Jul – 23 Aga
Yi$427 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sumur Bandung
Ilanga liphuma lifanele 1202B
16 Epr – 14 Mey
Yi$567 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBandung

Bandung Indah Plazabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PVJ Bandungbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Festival Citylinkbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Bandung Zoobayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gedung Satebayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taman Hutan Raya Ir. H. Djuandabayi 105 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.