Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eJakarta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Menteng, Central Jakarta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseMenteng Park, Isitudiyo Esisemagq
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 018 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Cengkareng
Igumbi Lasekhaya
6 Epr – 4 Mey
Yi$402 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Grogol petamburan
Cozy & Minimalist Studio - Best Price, Fast Wi-Fi
7 Jul – 4 Aga
Yi$560 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Setiabudi
Indawo Epholileyo eCentral Jakarta
20 Mey – 17 Jun
Yi$654 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJakarta

Kota Kasablankabayi 103 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Central Parkbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Gelora Bung Karno Main Stadiumbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gandaria City Mallbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jiexpobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of Indonesiabayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.