Iindawo Zokurenta Inyanga eBanos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Baños de Agua Santa
Igumbi Elithuleyo "Camila" kunye neWifi Ekhawulezayo
8 Epr – 6 Mey
Yi$415 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Baños de Agua Santa
I-Sweet Home casa independiente
3–31 Jul
Yi$527 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Baños de Agua Santa
Ihlathi laseToucan Andean Independent Cabin
13 Feb – 13 Mat
Yi$558 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Baños de Agua Santa
Endaweni yokwamkela iindwendwe, ukhuseleko kunye neendawo ezintle
17 Jun – 15 Jul
Yi$803 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBanos

Termas de la Virgenbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Devil Pailonbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ikhristu yaseNuestra Señora del Rosario de Agua Santabayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isiqithi sase Cascada Cabellera de la Virgenbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercado de Bañosbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Luna Volcán, Adventure SPAbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Ecuador
  3. Tungurahua
  4. Baños Canton
  5. Banos
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga