Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Carolina

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Quito
I-Mini-Suite Minimalist-Quito yale mihla
2–30 Mey
Yi$464 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quito
Iflethi entle yale mihla, indawo entle
21 Jan – 18 Feb
Yi$464 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Quito
Igumbi elitofotofo elinendawo entle
8 Mat – 5 Epr
Yi$695 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iñaquito
Ukuthi zava nendawo entle onokuya kuyo eQuito
17 Mat – 14 Epr
Yi$765 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Carolina

Quicentro Shoppingbayi 353 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Supercinesbayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sheraton Quito Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dann Carltonbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall El Jardinbayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Inaquito Shopping Centerbayi 126 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Ecuador
  3. Pichincha
  4. Quito
  5. La Carolina
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga