Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBaranzate

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bruzzano
Green Apple Studio Comasina, Metro Stop
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 352 ngenyanga
Ikhaya leholide e-Bollate
Civico 8 Appartamento moderno in zona centrale
11 Feb – 10 Mat
Yi$1 153 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Gallaratese
Stanza 100mt fermata metro mm1
4 Mey – 1 Jun
Yi$974 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Baranzate
Nice apartment Baranzate - Close to Rho Fiera
16 Nov – 14 Dis
Yi$2 784 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBaranzate

Decathlon Baranzatebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ospedale Luigi Saccobayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Expo 2015 Villagebayi 103 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intsangu yobomibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MIND Milano Innovation Districtbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Virgin Active Milano Baranzatebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Iindawo Zokurenta Inyanga
  3. Italy
  4. Lombardy
  5. Baranzate