Iindawo Zokurenta Inyanga eMilan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Loreto
I-Urban MiniLoft eNoLo, imizuzu eyi-10 ukusuka edolophini
6 Mat – 3 Epr
Yi$1 553 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Milan
*****FiveStars entsha iflethi kufutshane ne-S. Siro and Fair
24 Epr – 22 Mey
Yi$2 286 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Navigli
Ukuphila kwi-Navigli!
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 835 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Navigli
I-Studio Flat Kwisithili saseNavigli
15 Mey – 14 Jun
Yi$1 321 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMilan

I-Duomo ye-Milanobayi 2 105 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium yase-San Sirobayi 356 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Piazza Gae Aulentibayi 751 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CityLife Shopping Districtbayi 106 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Corso Comobayi 709 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Corso Buenos Airesbayi 798 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.