Iindawo Zokurenta Inyanga eBărbat River

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Vulcan
I-Transylvania Mountain Log Cabin - The Bliss House
19 Sep – 17 Okt
Yi$1 316 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Peșteana
Indlu yamaplanga yeTransylvania, ukuzingenela
24 Nov – 22 Dis
Yi$2 254 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-441
ISuperhost
Indlu ekhiwe emthini e-Pesteana
Indlu eyakhiwe emthini yeLoft Transylvania, ukuzingenela
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 015 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-272
Ithandwa zindwendwe
Indlu ekhiwe emthini e-Peșteana
Indlu eyakhiwe emthini yaseRetezat Transylvania - ukuzingenela
12 Jul – 9 Aga
Yi$2 304 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-415

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.