Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBatu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Kecamatan lowokwaru
I-Arantheraville, i-haus entle yaseScandinavia ye-10P
7 Jun – 5 Jul
Yi$1 124 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kecamatan Lowokwaru
I-Mami studio apartemen (I-NETFLIX + I-WIFI yasimahla + i-AC)
14 Aga – 11 Sep
Yi$335 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Kecamatan Batu
Indlu yeSorai - iPlatform Midtown Batu 2BR Villa
22 Epr – 20 Mey
Yi$664 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kecamatan Lowokwaru
Ukubona indawo entle-Istudiyo esineWi-Fi neNetflix
17 Mat – 14 Epr
Yi$450 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBatu

Jatim Park 2bayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coban Rondo Waterfallbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Batu Wonderland Waterpark & Resort Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museum Angkut + Movie Star Studiobayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museum Angkutbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alun - Alun Kota Wisata Batubayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Indonesia
  3. East Java
  4. Batu City
  5. Batu
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga