Iindawo Zokurenta Inyanga eSurabaya

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Surabaya
☆Kucocekile. Namhlanje. Umbono omangalisayo. I-Tunjungan Plaza☆
11 Epr – 11 Mey
Yi$1 218 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Surabaya
Stylish & Cozy Room, Attached to Pakuwon Mall
25 Okt – 22 Nov
Yi$460 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Wiyung
I-Studio33 Tanglin Studio Pakuwon Mall. I-AIRBNB KUPHELA
29 Epr – 27 Mey
Yi$294 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Sambikerep
Pakuwon Mall Orchard Apart-1BR 2px NO Parking
20 Epr – 18 Mey
Yi$335 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.