Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBe'er Sheva

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Be'er Sheva
Iyunithi Enamagumbi aliqela eBe 'er Sheva.
10 Feb – 10 Mat
Yi$1 347 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Be'er Sheva
Iflethi Entsha Ekumbindi Omhle
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 538 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Be'er Sheva
Iqaqambileyo kwaye intle
11 Aga – 8 Sep
Yi$501 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Be'er Sheva
Ihonjiswe ngoluhlaza
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 021 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBe'er Sheva

Big Beer Shevabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ofer Grand Kenyon Be'er Shevabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ben Gurion University of the Negevbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yes Planetbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
איקאה IKEAbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kepasabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.