Iindawo Zokurenta Inyanga eBelmont

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Redcliffe
I-Filteraway
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 760 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bassendean
i-granny flat kufutshane neetreyini kunye nesikhululo seenqwelo-moya
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 483 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-East Perth
I-New York Style Studio, Isaphulelo Esikhethekileyo ngoku sivuliwe
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 242 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kensington
Indlu Yeendwendwe Epholileyo yaseKensington
25 Sep – 23 Okt
Yi$1 876 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBelmont

iFLY Perthbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ascot Racecoursebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hungry Jack's Belmont (WA)bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald's Ascot Watersbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TheCray Seafood & Grill Restaurant Belmontbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SUPA IGA Belmont (Belvidere St)bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.