Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eFremantle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Fremantle
I-Laneway studio, intliziyo yeFremantle
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 860 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Fremantle
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseCaledonia eFremantle
21 Mey – 18 Jun
Yi$2 263 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Fremantle
I-Fremantle Charmer - I-Attfield Cottage
3–31 Aga
Yi$2 762 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-East Fremantle
Isitudiyo esizigcine ngokwakho esinePuli entle
9 Feb – 9 Mat
Yi$2 109 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFremantle

Imarike yaseFremantlebayi 528 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Fremantle Prisonbayi 339 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Esplanade Parkbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Fremantle Arts Centrebayi 243 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Roundhousebayi 112 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Esplanade Hotel Fremantle by Rydgesbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.