Iindawo Zokurenta Inyanga eBelnan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Enfield
Indlu Evulekileyo Esemaphandleni
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 930 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Elmsdale
I-Chic 2 Bed Micro-Townhouse, Kufuphi neHalifax kunye neSikhululo seenqwelo-moya
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 654 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Intente e-Upper Kennetcook
I-Yurt efakwe kwindalo
24 Epr – 22 Mey
Yi$742 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-288
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Enfield
Beautiful 3bdrm 10 imizuzu ukuya kwisikhululo seenqwelo-moya
15 Jan – 12 Feb
Yi$4 043 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Nova Scotia
  4. East Hants
  5. Belnan
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga