Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBelview Port

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Halfway House
Indlu esemaphandleni, Indlu Esemaphandleni
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 711 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-661
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-New Ross
"Indlu Esemaphandleni Enkulu"
24 Dis – 21 Jan
Yi$2 419 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-276
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mooncoin
Indlu Esemaphandleni KaBig Mick
1–29 Jan
Yi$2 291 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-775
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-New Ross
I-Foley 's Cottage - Ibuyiselwe Kwifama yenkulungwane ye-18.
25 Jan – 22 Feb
Yi$2 816 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-354

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.