Iindawo Zokurenta Inyanga eBến Nghé

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ben Nghe
Central Serene 1BR Apartment
14 Jun – 12 Jul
Yi$570 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-I-Ho Chi Minh City
The Rixx Lancaster Apartment @ D1/ Netflix/bathtub
23 Jan – 20 Feb
Yi$1 638 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-I-Ho Chi Minh City
52P-Sweetheart in Saigon
28 Mey – 25 Jun
Yi$754 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-I-Ho Chi Minh City
Heart of distric 1, cạnh dinh độc lập, Lagom16
6 Mey – 3 Jun
Yi$655 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBến Nghé

Imarike yeBen Thanhbayi 1 702 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bitexco Financial Towerbayi 487 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace ye-Independencebayi 1 157 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dong Khoi Streetbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko loMdlalo weZooni noMqophelobayi 462 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Saigon Centrebayi 245 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.