Iindawo Zokurenta Inyanga eBendigo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mount Pisa
I-Pisa Moorings Retreat
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 253 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Tarras
Indlu Esemaphandleni Efudumeleyo, Epholileyo
11 Aga – 8 Sep
Yi$2 447 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-619
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cromwell
Iflethi entle ekuthiwa yi-Coudret
25 Jun – 23 Jul
Yi$1 633 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mount Pisa
Phinda uye ePisa
14 Aga – 11 Sep
Yi$2 118 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. New Zealand
  3. Otago
  4. Bendigo
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga