Iindawo Zokurenta Inyanga eBerakas B

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bandar Seri Begawan
I-EzyHome Unit 1 @ Brunei Darussalam
31 Dis – 28 Jan
Yi$2 284 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bandar Seri Begawan
Indawo yanamhlanje enamagumbi okulala ayi-3 e-CBD
5 Nov – 3 Dis
Yi$3 356 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bandar Seri Begawan
AYAD 6 Studio @ Setia Kenangan II, Kiulap
27 Jun – 25 Jul
Yi$1 414 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-93
ISuperhost
Iflethi e-Bandar Seri Begawan
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-3 Antofontofo
29 Dis – 26 Jan
Yi$2 910 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.