Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBergantiños

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Merexo
INDLU EJONGE ULWANDLE
30 Jan – 27 Feb
Yi$3 145 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Carballo
Apartamento con gran terraza
9 Sep – 7 Okt
Yi$1 045 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-A Gándara
I-Casa de Nuna - Indalo, Iilwandle Nenkcubeko
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 239 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Malpica
Apartamento playa Malpica
30 Nov – 28 Dis
Yi$1 073 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBergantiños

Ibheshu le-Playa de los Cristalesbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aquapark Cercedabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Lighthouse yasePunta Narigabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Castle yeVimianzobayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Faro Roncudobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa De Baldaiobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.