Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBergen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bergen
I-Bergen Apartment City Centre Apt. 1
25 Mat – 22 Epr
Yi$2 306 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-380
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bergen
Iflethi encinci esembindini nenomtsalane
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 654 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-695
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Bergenhus
Iflethi Epholileyo, Esembindini neyeBergen
3–31 Jan
Yi$2 196 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fana
I-Villa Borgheim
6 Epr – 4 Mey
Yi$1 238 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBergen

Lagunen Storsenterbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bergen Storsenterbayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Bergenhus Fortressbayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium eBergen - I-Aquarium yaseNdlubayi 368 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fløibanenbayi 285 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Troldhaugenbayi 188 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Norway
  3. Vestland
  4. Bergen
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga