Iindawo Zokurenta Inyanga eBernieulles

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bernieulles
Ifama yakudala yenqaba
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 222 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bernieulles
"les 2 Tilleuls"
18 Feb – 18 Mat
Yi$4 186 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Aix-en-Issart
Abantu abayi-2-4 abakufutshane neMontreuil sur mer/Le Touquet/Berck
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 166 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Parenty
Isitudiyo esincinci esinomtsalane Emaphandleni
20 Jan – 17 Feb
Yi$929 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.