Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBerrington

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Duns
Indawo Yokuhlala Yomlimi - Indlu esemaphandleni kunye ne-Woodburner
13 Nov – 11 Dis
Yi$1 817 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Branxton
Indlu esemaphandleni entle eBranxton
12 Okt – 9 Nov
Yi$2 664 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thornton
I-Linnet Cottage, indlu esemaphandleni yaseNorthumberland
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 795 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-89
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Northumberland
Indlu esemaphandleni etofotofo nr Lowick, isandul 'ukulungiswa
6 Jan – 3 Feb
Yi$2 800 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-87

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.