Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBetanzos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Betanzos
Apartamento en Betanzos
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 810 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Betanzos
Iflethi-balcón-vistas Casc. Imbali. De Betanzos
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 848 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Betanzos
Iflethi entle eBetanzos
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 906 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Betanzos
I-Travesas terrace
9 Mey – 6 Jun
Yi$2 011 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBetanzos

Restaurante Puerto de Lorbébayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mesón O'Potebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yezonwabebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Pepechobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Praia de Perbesbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Mirandabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.