Iindawo Zokurenta Inyanga eBethany

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bethany
"Topp House" Retreat Barossa
13 Jan – 10 Feb
Yi$2 395 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tanunda
Istudiyo Sasekuhlaleni, eBarossa
4 Jul – 1 Aga
Yi$2 230 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-388
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Altona
Ubuhle Barossa
8 Jun – 6 Jul
Yi$1 953 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Angaston
I-Barossa Valley Studio
18 Aga – 15 Sep
Yi$1 879 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBethany

Barossa Sculpture Parkbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Charles Melton Winesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bethany Reservebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.